Umthombo wobomi

Umthombo wobomi

by Hlumeka Dumezweni
Umthombo wobomi

Umthombo wobomi

by Hlumeka Dumezweni

eBook

FREE

Available on Compatible NOOK devices, the free NOOK App and in My Digital Library.
WANT A NOOK?  Explore Now

Related collections and offers

LEND ME® See Details

Overview

Umthombo wobomi yincwadi ebhalwe nguHlumeka Dumezweni ozalelwe eNgcobo kwilali yakuBhinase eMqonci. Le ntombi iqale ukuba nomdla kuncwadi ikwibanga lesithathu, yayisoloko ifunda incwadi zikadade wayo owayekwibanga lesithoba ngelo xesha. Mhla angenanto yakwenza ebesiya kwithala leencwadi ayokuzikhangelela incwadi ukuze azifundele.

Kwisikolo samabanga aphakamileyo iGonubie eMonti apho ebefunda khona, ebedumile ngokuluthanda olu lwimi lwenkobe futhi etshatshele ekulazini. Iminyaka mibini ilandelelana ebuya neendebe kumsitho wembasa wokuphela konyaka.
Le yincwadi yesihobe equlathe imibongo eyinkuthazo kwaba ngenathemba, ebopha amanxeba kwabophayo, ezisa inkululeko kwabo babotshwe ngamatyathanga obu bomi futhi inika nomkhombandlela wokuhlalisana ngoxolo siluluntu kwindawo esihlala kuzo.


Product Details

BN ID: 2940155778448
Publisher: Hlumeka Dumezweni
Publication date: 08/15/2018
Sold by: Smashwords
Format: eBook
Sales rank: 703,959
File size: 206 KB
Language: Xhosa

About the Author

uHlumeka Dumezweni yintombi ezalelwe eNgcobo kwilali yakuBhinase eMqonci, eneminyaka eyi 23. Le ntombi iqale ukuba nomdla kuncwadi ikwibanga lesithathu, yayisoloko ifunda iincwadi zikadade wayo owayekwibanga lesithoba ngelo xesha. Mhla angenanto yakwenza ebesiya kwithala leencwadi ayokuzikhangelela iincwadi ukuze azifundele. Kwisikolo samabanga aphakamileyo iGonubie eMonti apho ebefunda khona, ebedumile ngokuluthanda olu lwimi lwenkobe futhi etshatshele ekulazini. Iminyaka mibini ilandelelana ebuya neendebe kumsitho wembasa wokuphela konyaka. Ungumbhali weencwadi ezimbini uLind'usenza oyinoveli kunye nomthombo wobomi oyisihobe. Ufumane ke nesidanga sakhe kwezokhenketho kwidyunivesith iNelson Mandela, ebhayi ukanti ngok uzinze kwela seMelika. Umthombo wobom uqulathe imibongo eyinkuthazo kwaba ngenathemba, ebopha amanxeba kwabophayo, ezisa inkululeko kwabo babotshwe ngamatyathanga obu bomi futhi inika nomkhombandlela wokuhlalisana ngoxolo siluluntu kwindawo esihlala kuzo.

From the B&N Reads Blog

Customer Reviews