I was born in Stutterheim, grew up at eMgwalana Emaphandleni. I grew up bilingual isiXhosa-English. I wrote my first poem when I was 12, studied at Queen's College, matriculated when I was 17 and then studied at Rhodes University where I obtained an LLB and a PhD in African literature. Since then I have worked at 5 universities, 4 in South Africa and one in America. I am presently an NRF Chair Holder in the Intellectualisation of African Languages, Multilingualism and Education at Rhodes.
M.C. Matyumza uTshutsha uzalwa kwilali yaseMvumelwano kwidolophu yakuQumbu, eMpuma Koloni. Ufunde amabanga aphantsi eMvumelwano, aphakamileyo eSophonia S.S.School. Imfundo enomsila uyifumene kwidyunivesithi yaseTranskei ngoku ebizwa ngokuba yi WSU egxininisa kwisiXhosa. Ubhale iincwadi ezininzi ngesixhosa. Uthando lwesiXhosa walufumana eSophonia kutitshala wesiXhosa. Ngoku uphuhlisa ekhulisa ababhali abakhasayo ngokwenza amacweyo. Kwakhona ukwakhuthaza uluntu ukuba lukuxabise ukufunda ngokuthi ancedi ekusekeni amaqela okufunda (Book clubs). Uyahlonitshwa kakhulu kwilizwe loMzantsi Afrika.