Lo ngumdlalwana ongomfazi ogama lingu-Nozigigaba oxolele ukwenza nantoni ukufumana ubutyebi bomnakwabo ogama lakhe linguLungile. Yinto ke le eseyithande ukuxhaphaka eyokuba abantu bafune ukutya ukubila kwebunzi labanye abantu. Umbhali ulibhale ngesiXhosa esimnandi nesinobu- rharha eli bali elibalisa ngobuchule obunga-thethekiyo obugcina lowo ulifundayo enomdla ukuba kuza kwenzeka ntoni na de aye kufika ekugqibeleni. Zivele indlela esetyenziswa ngulo mfazi ukufumana obu butyebi kwaku-nye nendlela athi abudyiwaza ngayo kuba kaloku into umntu angayisebenzelanga aka-kwazi kuyisebenzisa. Zivele ukuba kude kwenzeke ntoni na ekugqibeleni.

![Imiphanda Ichithwa Ngabamelwane](http://img.images-bn.com/static/redesign/srcs/images/grey-box.png?v11.10.4)
Imiphanda Ichithwa Ngabamelwane

Product Details
BN ID: | 2940155884941 |
---|---|
Publisher: | Via Afrika |
Publication date: | 11/20/2018 |
Sold by: | Smashwords |
Format: | eBook |
File size: | 304 KB |
Language: | Xhosa |