Bobabini bafunda ibanga lesine, bangabamelwane kwaye namagama abo anentsingiselo efanayo. Basoloko behamba kunye xa besiya naxa bebuya esikolweni. Isikolo abafunda kuso sikufutshane nalapho bahlala khona.Bobabini baneminyaka elithoba. Ungathi ngumntu nodade wabo xa ubajonga kanti ngabahlobo nje, abazalani. Makhe sive ukuba bancokola bathini.

Yintoni I Toyi-Toyi?: U Nkululeko no Nonkululeko

Product Details
BN ID: | 2940165890222 |
---|---|
Publisher: | Bongani Ephraim Nkomo |
Publication date: | 07/06/2022 |
Sold by: | Smashwords |
Format: | eBook |
File size: | 2 MB |
Language: | Xhosa |